Luke 1:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, xeshekweni ibizalisekile imihla yesikonzo sake, wemkela endlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi yakuzaliseka imihla yombuso wakhe, wemka waya endlwini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, yakuzaliseka imihla yolungiselelo lwakhe, wemka waya endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lakuphela ixesha lokukhonza kweqela lakhe, uZakariya wagoduka.