Luke 1:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yenje nje inkosi kum emihleni ya ndi kangela ngayo ukususa ihlazo lam pakati kwabantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yenjenje iNkosi kum ngemihla eyandikhangelayo, ukuba ikususe ukungcikiveka kwam phakathi kwabantu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yenjenje uYehova kum ngemihla eyandikhangelayo, ukuba ndikususe ukungcikiveka kwam phakathi kwabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wavakala esithi: “Kwenziwe yiNkosi oku. Ide yandenzela inceba, yaphelisa ukudeleka kwam phakathi kwabantu.”