Luke 1:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwintombi exanyelweyo indoda egama lingu‐Josefe, ingowendlu ka‐Davide; laye igama lentombi lingu‐Mariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwintombi, eganelwe indoda egama linguYosefu, yendlu kaDavide; laye igama lentombi leyo linguMariya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwintombi, eganelwe indoda egama linguYosefu, yendlu kaDavide; laye igama lentombi leyo lalinguMariya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwintombi eyayisendela kumfana wendlu kaDavide, ogama linguJosefu. Igama lentombi leyo lalinguMariya.