Luke 1:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yangena ingelosi kuyo, yati: A, wena ukolelweyo! inkosi maibe nawe; utamsanqelekile wena pakati kwabafazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sangena isithunywa kuye, sathi, Vuya, wena ubabalweyo!INkosi inawe; usikelelwe wena phakathi kwabafazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sangena isithunywa kuye, sathi, Vuya, wena ubabalweyo! iNkosi inawe; usikelelwe wena phakathi kwabafazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Safika ke isithunywa kuye, sathi: “Bhota, wena ubabalweyo! INkosi inawe.”