Luke 1:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati kekaloku yaku yi bona, yaxaliswa kakulu pezu kwesiteto sayo, yacamanga ukuba ungaba ngoti nina umbuliso lo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke akusibona, wee qhiphu umbilini ngenxa yelizwi laso;wayecamanga ukuba ungaba mbuliso mni na lo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke akusibona, wee qhiphu umbilini ngenxa yelizwi laso; wayecamanga ukuba ungaba mbuliso mni na lo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMariya woyika akuweva la mazwi, waza wafuna engqondweni ukuba ngaba ngumbuliso mni na lo.