Luke 1:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, uya kukaula esizalweni sako, uzale unyana, wauya kubiza igama lake ngo— Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uyabona, uya kuthabatha esizalweni, uzale unyana, umthiye igama elinguYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uyabona, uya kuthabatha esizalweni, uzale unyana, umthiye igama elinguYesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uyabona, uza kumitha, uzale unyana, umthiye igama *elinguYesu.