Luke 1:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waeya kuba ngukumkani pezu kwendlu ka‐Yakobi kude kube ngunapakade; nobukumkani bake abuyi kuba nakupela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uyise, abe ngukumkani phezu kwendlu kaYakobi kude kube ngunaphakade, nobukumkani bakhe bungabi nasiphelo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uya kuba ngukumkani phezu kwendlu kaYakobi kude kube ngunaphakade; ubukumkani bakhe abuyi kuba nasiphelo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ayilawule indlu kaYakobi kude kube ngunaphakade, nolawulo lwakhe lungaze luphele.”