Luke 1:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yapendula ingelosi yati kuye: Umoya oyingcwele wohla pezu kwako, namandla opezu kwonke okusibekelela; ngoko kanjako lonto ingcwele ezalwayo nguwe iya kubizwa ngokuba ngunyana katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Saphendula isithunywa sathi kuye, UMoya oyiNgcwele uya kuza phezu kwakho, athi namandla Osenyangweni akusibekele; kungoko loo nto ingcwele izalwa nguwe iya kubizwa ngokuba nguNyana kaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Saphendula isithunywa sathi kuye, uMoya oyiNgcwele uya kuza phezu kwakho, athi namandla Osenyangweni akusibekele; kungoko loo nto ingcwele izalwa nguwe iya kubizwa ngokuba nguNyana kaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Saphendula isithunywa sathi kuye: “UMoya oyiNgcwele uya kuhlela kuwe, athi amandla kaThixo uPhezukonke akufukamele. Kungoko loo mntwana ungcwele uya kuzalwa nguwe kuya kuthiwa nguNyana kaThixo.