Luke 1:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba kungeko nanye into eya kumnqabela utixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba akukho nanye into eya kumnqabela yena uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba akukho nanye into eya kumnqabela yena uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku akukho nanye into enokumnqabela uThixo.”