Luke 1:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Mariya: Nasi ke isicakakazi senkosi; makube njalo kum njengelizwi lako. Yaza yemka kuye ingelosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uMariya, Nanko umkhonzazana weNkosi; makwenzeke kum ngokwelizwi lakho. Saza isithunywa semka kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ke uMariya, Nanko umkhonzazana weNkosi; makube kum ngokwelizwi lakho. Saza isithunywa semka kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke uMariya: “Ndim lo mna mkhonzazana weNkosi. Makwenzeke kum ngokwamazwi akho.” Saza semka isithunywa kuye.