Luke 1:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wangena endlwini ka‐Zekariya, wambulisa u‐Elizabete.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wangena endlwini kaZekariya, wambulisa uElizabhete.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wangena endlwini kaZekariya, wambulisa uElizabhete.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waya kungena endlwini kaZakariya, wafika wambulisa uElizabhete.