Luke 1:43 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuti nina ke ukundihlela oku, ukuba unina wenkosi yam eze kum?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuhle ngani na kum, ukuthi unina weNkosi yam eze kum?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iyintoni na ke le nto kum, ukuba eze kum unina weNkosi yam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bendiyintoni na kakade, ukuba ndide ndihanjelwe ngunina weNkosi yam?