Luke 1:48 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuba ebukangele ubupantsi besicakakazi sake: ngokuba bona ke, emveni kwakaloku nje zonke izizukulwana ziya kuti ndinetamsanqa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba wakukhangela ukuthobeka komkhonzazana wakhe; Kuba, uyabona, ziya kuqala kwangoku ukuthi ndingonoyolo zonke izizukulwana;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wakukhangela ukuthobeka komkhonzazana wakhe; kuba, uyabona, ziya kuqala kwangoku ukuthi ndingonoyolo zonke izizukulwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba wakuphawula ukuthobeka kwesicakazana sakhe. Ewe, ukususela ngoku zonke izizukulwana zothi ndingonoyolo,