Luke 1:56 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ke u‐Mariya wahlala naye, ngati zantatu inyanga, waza wabuyela endlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahlala ke uMariya naye iinyanga ngathi zaba ntathu, waza wabuyela ekhaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahlala ke uMariya naye iinyanga ngathi zaba ntathu, waza wabuyela endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMariya ke wahlala noElizabhete iinyanga ngathi zaba ntathu, waza wagoduka.