Luke 1:59 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngomhla wesibozo, beza ukuza ukwalusa umntwana; babembiza ke ngo‐Zekariya, ngegama likayise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngomhla wesibhozo, beza kumalusa umntwana; baye bemthiya igama likayise, besithi nguZekariya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ngomhla wesibhozo, beza kumalusa umntwana; Bambiza ngegama likayise uZekariya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ke ngomhla wesibhozo baya kumàlusa umntwana, befuna ukumthiya ngoyise uZakariya.