Luke 1:60 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapendula unina wati: Nakanye; koko aya kubizwa ngo‐Johane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
koko waphendulayo unina, wathi, Hayi; uya kubizwa ngokuba nguYohane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula unina, wathi, Hayi; uya kubizwa ngokuba nguYohane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa unina wala, esithi: “Hayi, igama lakhe nguYohane!”