Luke 1:63 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabiza icwecwana, waba̔la, esiti: Ngu‐Johane igama lake. Bati nqa ke bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabiza icwecwana, wabhala esithi, Igama lakhe nguYohane.Bamangaliswa bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wacela itafile, wabhala esithi, Igama lakhe nguYohane. Bamangaliswa bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabiza icwecwana, wabhala wathi: “Igama lakhe nguYohane.” Baza bamangaliswa bonke.