Luke 1:65 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwehla ulwoyiko pezu kwabo bonke ababehleli kufupi nabo; nakulo lonke ilizwe lasezintabeni lase‐Judeya zibe zivakaliswa zonke ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwehla ukoyika phezu kwalo lonke umelwane lwabo; kwaye kulo lonke eleentaba lakwaYuda kuxoxwa ngazo zonke ezi zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwehla ukoyika phezu kwalo lonke umelwane lwabo, yaye kulo lonke eleentaba lakwaYuda kuxoxwa ezi zinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bangenwa luloyiko ke bonke abamelwane, yaza le nto yonke yaba ngundabamlonyeni kulo lonke eleentaba lakwaJuda.