Luke 1:68 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Maibongwe inkosi, utixo wo‐Sirayeli, ukuba ibakangele yabenzela inkululwa abantu bayo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mayibongwe iNkosi, uThixo kaSirayeli, Ngokuba ibavelele yabakhulula ngentlawulelo abantu bayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Makabongwe uNdikhoyo, uThixo kaSirayeli; ngokuba ubavelele, wabakhulula abantu bakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mayibongwe iNkosi, uThixo kaSirayeli, kuba ibavelele yabakhulula abantu bayo;