Luke 1:76 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nawe, mntwana! uya kubizwa ngokuba ngumprofite wopezu kwonke: ngokuba uya kwandulela pambi kwobuso benkosi ukuya kulungisa indlela zayo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nawe, mntwana, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOsenyangweni, Kuba uya kuhamba phambi kobuso beNkosi, ulungise iindlela zayo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nawe, mntwana, uya kubizwa ngokuba ungumprofeti wOsenyangweni, kuba uya kuhamba phambi kobuso beNkosi, ulungise iindlela zayo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nawe ke, mntwana wam, wobizwa ngokuba *ungumshumayeli kaThixo uPhezukonke, kuba uya kuyibhulela umbethe iNkosi, uyigabulele izigcawu.