Luke 1:80 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati umntwana wakula, waba namandla emoyeni; wayesezintlango apo, kwada kwangumhla wokubonakaliswa kwake ko‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhula umntwana, waya esomelela ngomoya; waye esentlango, kwada kwayimini yokubonakalaliswa kwakhe kuSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhula umntwana, waya esomelela emoyeni; wayesezintlango, kwada kwayimini yokubonakalaliswa kwakhe kuSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhula umntwana, waya esomelela ngokomelela. Wayehlala entlango kwada kwayimini yokubonakala kwakhe kumaSirayeli.