Luke 10:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ovayo nina, uyeva mna; nowalayo nina, uyala mna; nowalayo mna, uyala owanditumayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo univayo nina, uva mna; nalowo unigibayo nina, ugiba mna; lowo ke ugiba mna, ugiba lowo wandithumayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo univayo uva mna; Lowo unigibayo, ugiba mna; lowo ke ugiba mna, ugiba owandithumayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ke kubafundi bakhe: “Lowo univayo, uva mna; nalowo unganamkeliyo, akamkeli mna. Ke ongandamkeliyo mna, akamkeli lowo undithumileyo.”