Luke 10:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bona ke, ndiyanipa igunya lokunyatela inyoka nonomadudwane, napezu kwawo onke amandla otshaba; kungabiko nento eya kuka inenzakalise.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyabona, ndininika igunya lokunyathela phezu kweenyoka noonomadudwane, naphezu kwawo onke amandla alo utshaba; kanjalo akukho nto ingakhe inenzakalise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyabona, ndininika igunya lokunyathela phezu kweenyoka noonomadudwane, naphezu kwawo onke amandla alo utshaba; kanjalo akukho nto ingakhe inenzakalise.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Niyabona, ndininike igunya lokunyathela phezu kweenyoka noonomadudwane, naphezu kwawo onke amandla alowo ulutshaba. Ke ayikho konke into enokunenzakalisa.