Luke 10:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Noko ningavuyi ngoku, ukuba omoya banilulamele; kodwa vuyani ngakumbi ukuba amagama enu aba̔lelwe ezulwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Noko ke maningakuvuyeli oku, kokuba oomoya benithobele;vuyelani ke kanye okokuba amagama enu ebhaliwe emazulwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Noko ke maningakuvuyeli oku, kokuba oomoya benithobele; yithini kanye ke kugcobani; ngokuba amagama enu ebhaliwe emazulwini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Noko ke sanukuvuyela ukoyisa kwenu iindimoni, vuyani kuba amagama enu ebhaliwe kwaThixo.”