Luke 10:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zonke izinto zinikelwe kum ngubawo: kanjako akuko mntu owaziyo ukuba ungubanina unyana, kupela nguyise, nokuba ungubanina uyise, kupela ngunyana, nosukuba unyana etanda ukumtyilela yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho waziyo ukuba ungubani na uNyana, nguYise yedwa; nokuba ungubani na uYise, nguNyana yedwa, nalowo asukuba uNyana ethanda ukumtyhilela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho waziyo ukuba ungubani na uNyana, nguYise yedwa; nokuba ungubani na uYise, nguNyana yedwa, nalowo asukuba uNyana ethanda ukumtyhilela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kananjalo akukho waziyo ukuba ungubani na uNyana, ngaphandle koYise, kungekho waziyo ukuba ungubani na uYise, ngaphandle koNyana, nalowo uNyana athanda ukumtyhilela.”