Luke 10:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bona ke, wesuka umqondisimteto otile, emlinga, esiti nokuti: Mfundisi! ndiya kwenza nto nina ukuba ndidle ilifa lobomi obungunapakade?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala kusuka umqondisi-mthetho othile, emlinga nokumlinga, esithi, Mfundisi, ndenze ntoni na ukuze ndibudle ilifa ubomi obungunaphakade?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala kusuka umqondisi-mthetho othile, emlinga nokumlinga, esithi, Mfundisi, ndenze ntoni na ukuze ndibudle ilifa ubomi obungunaphakade?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwafika umchazi-mthetho, walinga uYesu esithi: “Mfundisi, kufuneka ndenze ntoni na ukuze ndibudle ilifa ubomi obungunaphakade?”