Luke 10:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa yena efuna ukuzigwebela wati ku‐Yesu: Ungubanina ke ummelwane wam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku yena, ethanda ukuzigwebela, wathi kuYesu, Ngubani na ongummelwane wam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena, ethanda ukuzigwebela, wathi kuYesu, Ngubani na ongummelwane wam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena umchazi-mthetho, efuna ukuzenza ilungisa, wathi kuYesu: “Ngubani ummelwane wam?”