Luke 10:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hambani; bona ke, ndiyanituma njengemvana pakati kwencu̔ka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hambani; niyabona, mna ndinithuma njengeemvana phakathi kweengcuka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hambani; niyabona, mna ndinithuma njengeemvana phakathi kweengcuka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hambani ke. Niyabona, ndinithuma njengamatakane phakathi kweengcuka.