Luke 10:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwahla kwehla umperisite otile ngaleyondlela, owati akumbona wadlula ngelinye icala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwathi, kwehla mbingeleli uthile ngaloo ndlela;akumbona, wacezela phaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku kwathi, kwehla mbingeleli uthile ngaloo ndlela, wathi akumbona wacezela phaya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku kwakukho mbingeleli uthile owayesihla kwangaloo ndlela, owathi akumbona wacezela phaya.