Luke 10:32 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke nom‐Levi akufika kulondawo, weza, wabona, wadlula ngelinye icala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwangokunjalo ke nomLevi, akufika kuloo ndawo, weza wambona, wacezela phaya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangokunjalo ke nomLevi, akufika kuloo ndawo, weza wambona, wacezela phaya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangokunjalo ke *nomLevi, akufika kuloo ndawo, uthe akumbona wacezela phaya.