Luke 10:34 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wasondela, wabopa amanxeba ake, egalela ioli neveyine; waza wamkwelisa pezu kwelake ihashe, wamsa entangeni, wamgcina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika, wawabopha amanxeba akhe, egalela ioli newayini, wamkhwelisa eqegwini lakhe, wamsa endlwini yabahambi, wamonga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waya kuye, wawabopha amanxeba akhe, egalela ioli newayini, wamkhwelisa eqegwini lakhe, wamsa endlwini yabahambi, wamonga.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wasondela, wawabopha amanxeba akhe, ewagalela ioyile newayini. Wamkhwelisa kwidonki yakhe, wamsa kwindlu yabahambi, wamonga.