Luke 10:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nguwupina ngoko waba batatu uti wena uzenze ummelwane kulowo ubewile pakati kwamabada?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nguwuphi na kwabo bathathu ngoko, othi wena, waba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nguwuphi na kwabo bathathu ngoko, othi wena, waba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Khawutsho ke, nguwuphi kwabo bathathu owaba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni?”