Luke 11:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba ndiyaziku̔pa idemoni ngomnwe katixo, kukona sebunifikele ubukumkani bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba ndizikhupha iidemon ngomnwe kaThixo, ngoko bunifikele kanti ubukumkani bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba ndizikhupha iidemon ngomnwe kaThixo, ngoko bunifikele kanti ubukumkani bukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke iindimoni ndizikhupha ngamandla kaThixo, yazini ukuba ulawulo lukaThixo seluthwasile kuni.