Luke 11:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa yena wati: Hai gxebe, banetamsanqa abo balivayo ilizwi likatixo, balibambe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena, Yithi kanye, Banoyolo abo balivayo ilizwi likaThixo baligcine.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena, Yithi kanye, Banoyolo abo balivayo ilizwi likaThixo baligcine.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena wathi: “Yithi kanye: unoyolo lowo ulivayo ilizwi likaThixo alenze.”