Luke 11:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lumka ke kungabi ukukanya okupakati kwako kububumnyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko xunela ekuthini ukukhanya okukuwe kungabi bubumnyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko xunela ekuthini ukukhanya okukuwe kungabi bubumnyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lumka ke, hleze ukukhanya okukuwe kube bubumnyama.