Luke 11:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Usixolele izono zetu; ngokuba nati sixolela bonke abonayo kuti. Ungasingenisi ekulingweni, zusisindise enkohlakalweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba nathi sibaxolela bonke abanamatyala kuthi.Ungasingenisi ekulingweni; sihlangule enkohlakalweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sixolele izono zethu; kuba nathi sibaxolela bonke abanamatyala kuthi. Ungasingenisi ekuhendweni; usihlangule ebubini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
usixolele izono zethu, kuba nathi sibaxolela bonke abanamatyala kuthi; ungasiyekeli ekulingweni.’ ”