Luke 11:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zidenge! lowo wakwenzayo okupandle, akakwenza na nokupakati?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Basweli-kuqonda, owakwenzayo okungaphandle akakwenzanga na nokungaphakathi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ziyatha, lo wawenza ingaphandle akawenzanga na owangaphakathi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ziyathandini, lo wawenzayo umphandle akawenzanga na kwanawo umphakathi?