Luke 11:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa izinto zapakati zipeni amalizo ngazo; kukona, bona ke, zonke izinto zihlambulukile kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanye ke izinto ezingaphakathi, lizani ngazo; niyabona, zosuka zonke izinto zihlambuluke kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa ke yenzani amalizo ngokwezinto eninazo; niyabona, zonke izinto zihlambulukile kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke yiphani abasweleyo izinto ezingaphakathi kwindebe nesitya. Nakwenjenjalo ke aniyi kuphinda nizikhathaze ngezinto ezinomlaza nezingenawo.