Luke 11:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwoba nzima kuni bafarisi! ukuba nitanda isihlalo sapambili ezindlwini zentlanganiso, nemibuliso ezindaweni zentengo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeha, nina baFarisi! Ngokuba nithanda isihlalo sobukhulu ezindlwini zesikhungu, nemibuliso ezindaweni zembutho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeha nina, baFarisi! Kuba nithanda izihlalo eziphambili ezindlwini zesikhungu, nemibuliso ezindaweni zembutho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mawoo, nina baFarasi! Nithanda izihlalo eziphambili *ezindlwini zesikhungo, nokukhahlelwa emabaleni embutho.