Luke 11:53 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku nxa ebeteta ezizinto kubo, ababa̔li nabafarisi baqala ukuba nenzondo kakulu, nokumfundekela ngemibuzo ngento ezininzi,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, akubon ukuba uyazithetha ezi zinto kubo, baqala ababhali nabaFarisi ukuba nenqala enkulu, nokumcofa ngemibuzo emininzi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, akuba ezithethile ezi zinto kubo, ababhali nabaFarisi baqala ukumvuselela kakhulu, nokumcaphukisa ukuba athethe izinto ezininzi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumka kukaYesu apho, abachazi-mthetho nabaFarasi bacaphuka, bamana bemlinga ngemibuzo emininzi,