Luke 11:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo nditi mna kuni: Celani, naniya kupiwa; funani, naniya kufumana; qongqotani, naniya kuvulelwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nam ndithi kuni, Celani, nophiwa; funani, nofumana;nkqonkqozani, novulelwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nam ndithi kuni, Celani, nophiwa; funani, nofumana; nkqonkqozani, novulelwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mna ke ngoko ndithi kuni: Celani, nophiwa; funani, nofumana; nkqonkqozani, novulelwa;