Luke 12:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wati kuye: Mntundini! ngubanina owandimisa umgwebi nomabi pezu kwenu?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena kuye, Mntundini, ndimiswe ngubani na ukuba ndibe ngumahluli nomabi phakathi kwenu?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena kuye, Mntundini, ndimiswe ngubani na ukuba ndibe ngumahluli nomabi phakathi kwenu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke yena wathi kuye: “Mntundini, ndibekwe ngubani na ukuba ndibe ngumgwebi nomahluli phakathi kwenu?”