Luke 12:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
saza sacamanga pakati kwaso, sisiti: Ndiya kwenza nto nina, ndingenandawo nje apo ndiya kuzihlanganisela kona iziqa̔mo zam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wayecamanga phakathi kwakhe, esithi, Ndiya kuthini na;ngokuba andinandawo ndiya kuzihlanganisela kuyo iziqhamo zam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
wayecamanga phakathi kwakhe, esithi, Ndiya kuthini na; ngokuba andinandawo ndiya kuzihlanganisela kuyo iziqhamo zam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena wacinga esithi: ‘Ndiya kuthini na, kuba andinandawo ndinokusigcina kuyo isivuno sam?’