Luke 12:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ngoko nikohlwa kukwenza into encinane kuzo zonke, yinina ukuba ninesitukutezi ngezinye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ngoko aninako ukwenza neyona nto incinane, yini na ukuba nizixhalele ezinye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ngoko aninako ukwenza neyona nto incinane, yini na ukuba nizixhalele ezinye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke aninako ukwenza neyona nto incinane, kungani na ukuba nizixhalele ezinye?