Luke 12:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Gqalani inyibiba, ukuba ziti nina ukuhluma; azisebenzi, azisonti kanjako: kanti nditi kuni, kwa u‐Solomone kubo bonke ubungcwalisa bake akavatiswanga njengenye yezi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Qondani ngeenyibiba, ukuhluma kwazo; azibulaleki, azisonti nokusonta; ndithi ke kuni, Naye uSolomon, kubo bonke ubunewunewu bakhe, wayengavathanga nanjenganye yazo ezi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Qondani ngeenyibiba, ukuhluma kwazo; azibulaleki, azisonti nokusonta; ke ndithi kuni, uSolomon kubo bonke ubunewunewu bakhe, wayengavathiswanga nanjenganye kuzo ezi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Qondani ngeenyibiba ukukhula kwazo. Azisebenzi, zingaluki nokuluka oku, kanti ngenene naye uSolomon kubo bonke ubunewu-newu bakhe wayengavathiswanga nanjenganye kuzo.