Luke 12:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba zonke ezizinto intlanga zelizwe zizifuna; kanjako uyihlo uyazi ukuba niziswele ezizinto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngokuba zonke ezo nto zingxanyelwe ziintlanga zehlabathi;uYihlo ke uyazi ukuba niziswele ezo zinto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ngokuba zonke ezo nto zingxanyelwe ziintlanga zehlabathi; uYihlo ke uyazi ukuba niziswele ezo zinto.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngabangakholwayo abahlala besukelana nazo zonke ezi zinto. Ke nina ninoYihlo owaziyo xa niziswele.