Luke 12:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nani ngoko yibani nilungile; ngokuba ngeyure eningayikumbuleliyo unyana wesintu esiza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nani ngoko yibani nilungile; ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nani ngoko yibani nilungile, ngokuba uNyana woMntu uza ngelixa eningalikhumbuleliyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nani ke ngoko hlalani niphaphile, kuba uNyana woLuntu woza ngexesha eningamlindelanga ngalo.”