Luke 12:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Petrosi wati kuye: Nkosi! uwuteta lomzekeliso kuti tina, uwuteta kubo bonke, kusinina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uPetros kuye, Nkosi, lo mzekeliso uwuthetha kuthi, uwuthetha kubo bonke, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wathi uPetros kuye, Nkosi, lo mzekeliso uwuthetha kuthi, uwuthetha kubo bonke, kusini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uPetros wathi kuYesu: “Nkosi, ngaba lo mzekeliso uwuthetha kuthi, okanye uwuthetha kubo bonke abantu?”