Luke 12:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ndonibonisa ukuba niya kwoyika banina: yoyikani lowo unegunya lokuba ati emveni kwokubulala apose esihogweni somlilo; ewe, nditi kuni, yoyikani yena lo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kunibonisa ke enomoyika; yoyikani lowo uthi emva kokubulala, abe negunya lokuphosa esihogweni. Ewe, ndithi kuni, Yoyikani yena lowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kunibonisa ke enomoyika; yoyikani lowo uthi emva kokubulala, abe negunya lokuphosa esihogweni. Ewe, ndithi kuni, Yoyikani yena lowo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nanku emanimoyike: yoyikani uThixo, yena lowo uthi emva kokubulala, abe negunya lokuphosa esihogweni. Ewe, ndithi kuni, moyikeni yena.