Luke 12:53 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyise uya kupambana nonyana, nonyana noyise; unina nentombi, nentombi nonina; unondoda nomolo kazana, nomolokazana nonondoda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kubambana uyise nonyana, unyana noyise; unina nentombi, intombi nonina; uninazala nomolokazana, umolokazana noninazala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kubambana uyise nonyana, unyana noyise; unina nentombi, intombi nonina; uninazala nomolokazana wakhe, umolokazana noninazala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ibe yiyantlukwano phakathi koyise nonyana, unyana noyise; unina nentombi, intombi nonina; uninazala nomolokazana, umolokazana no ninazala.”